Ndimbule ngokwa utata wam

Ndimbule ngokwa utata wam Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ndimbule ngokwa utata wam, Book shop, Cape Town.

01/10/2021

Inceadi iyaqhubeka

20/09/2021

Aba linga niswa aba phambili…

Themba isithandwa sika Nwabisa.
Bongeka umaka Nwabisa.
Ntsika umhlobo ka Themba

11/09/2021

Send a message to learn more

23/08/2021



(Kungena uThemba egumbini lakhe ufika ubona isithandwa sakhe uNwabisa ephakisha impahla zakhe)

Themba: hayibo sthandwa sam wenzani, uzisaphi impahla ngoku?
( enga phendulwa)

Hayibo Nwabisa kwenzeka ntoni ?
( embamba ingalo)

Nwabisa: thetha awuboni ndiya pakisha!
Ejika emjonga ephefumlela phezulu ngumsindo?

Themba: hayibo Nwabisa, kwenzeke ntoni ker ngoku?

Nwabisa: ansakwazi kunyamezela Themba ncela undiyeke torho
( ebuyela ezimpahleni zakhe)

Themba: kwenzeke ntoni ke ngoku sthandwa sam ngoba akhonto endinga kwenzeli yona njena Nwabisa
(Emncenga)

Nwabisa: (emjonga lusizi ) xolo Themba kodwa andinayo enye indlela ngaphandle kwale ndiyenzayo ngoku
( etthandaimpahla zakhe umsusa bhambi kwakhe)
Ncelu hlula torho

Themba: hayibo Nwabisa ncela ungayenzi lento uyenzayo, uyayazi ba ndithanda wena xa uzondishiya kanjer uthi ndenze njaniiY? Futhi umntana lo ulapha esuswini uthini ngaye?
( embamba isandla elisizi)

Nwabisa: Themba ncela undiyeke torho ndihambe ngoba lento endi yenzayo andenzeli mna ndenzela wena, nawe uyayazi umama akakufuni
( ejonga phantsi echiphiza inyembezi)

Themba: Oo! Ngunyoko wonke lo wenza lento ( enomsindo )

Nwabisa: ncela undikhulule Themba ndihambe lento ndiyenziswa kuba ndiku thanda ngoba nam ndaku thanda

Themba: kodwa sthandwa sam singa kwazi ukumlwa umamakho ba singa dibana

Nwabisa: njani?! Njani Themba?! Ngoku umaziyo lamfazi ba usebenzisana nemi gukukudu hayi ncelundi yeke ndigoduke mna
( ezixhuzula ephuma ngomnyango)

Themba: Nwabisa, Nwabisa!

>>isahluko 01

22/08/2021

Ibali lika Themba no Nwabisa

ngodwam utata Wam
⚒️🔪 ( coming soon)💉💊💎

Send a message to learn more

22/08/2021

Molweni bantase, ndifikile neli Bali benikade nili lindile ngeli lumgisa itsafu zenu nethwishi ngoba abanye beni lizoba khathaza, singo Thando❤😭

Address

Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ndimbule ngokwa utata wam posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category