Zange kuphinde kufane

Zange kuphinde kufane Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Zange kuphinde kufane, Shopping & retail, 126 12 Avenue, Johannesburg.

24/03/2022

Wachola umngani bavana no mngani wakhe wabona uba ungakwazi ukumthemba amxelele yonke into wabona uba ngcono azame ukumxelela ingxaki anazo ngobombi bakhe

Uthe esahleli kanjalo weva abantu bethetha ngaye behlekisa ngaye nangendaba zakh3 ezi wayezixelela umngani wakhe zange aphinde athembe kwamntu ngoba ujikelwe nangulon ebemthemba

Yonke into yakhe zange iphinde ifane wayesoloko ezivalele endlini ngoba wayethi makegqamuka bahleke wayenamahloni ngokubona abanye abantu ngoba wayeyi joke emphakathini
(To be continued)

24/03/2022

Kodwa ker wazixelela uba ngeke anake abantu ngoba abantu ngeke bakusa ndawo

Mini ithile wathi esahleli kwehla inyembezi wayezihlalele ecinga nzulu ngobomi bakhe ngekusasa lakhe uba uzogqubeka nge mpilo yakhe ame kweyiphi indawo kodwa wayephinde ecinga uba xakesoloko ecinga uzogcina enza izinto ezingekho riite ngempilo yakhe

Wabona uba makafune umntu azothetha naye ngengxaki zakhe nayo yonke into ehleli phezu kwamagxa wakhe

(To be continued)

24/03/2022

(Intshayelelo)

Kwakukho intombazane eyayi neminyaka eyi 16 kuphela wayethanda ukuhleka nabanye abantwana wayengazi uba umhlaba angamjikela ngokukhawuleza kangaka waye soloko ezixelela uba wonke umntu uzambona ngalendlela azibona ngayo yena kanti hayi ubona into engekhoyo wayethanda ukuhlala nabangani bakhe esoloko enwabile xakenabo ezibona uba ubalulekile xakehleli nabo kodwa konke oko kwatshintsha wayecinga kuzoguquka yonke into ibe riite hayi kwaya kuba worse

(To be continued)

Address

126 12 Avenue
Johannesburg

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Zange kuphinde kufane posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share