18/05/2026
Molweni Bakhaya
Kubantu abazobanemisebenzi kulo June, sikhona :
Siyacheba ingca eyardini, amaxabiso aqala ku R500 ukwenyuka kuxomekeka kwi yard.
Amagoqo ayafumaneka nge R800 Ivan egcweleyo.