13/07/2024
Hi😊
Xa ufuna thengisa INUKA, kune Business Kits okhetha kuzo ukuba ufuna uqala ngeyiphi Business yakho.
Kukho ezi zilandelayo: R600, R1300, R1800, R3000 & R6000.
Kukuwe ke ukuba uqala ngeyiphi, ezi Kits ke zine Products ozazithengisela zona kubekho ne Marketing Material ozayisebenzisa to market iBusiness yakho.
Xa uyi Member ke uye ubene Member Code yakho ozayisebenzisa xa ufuna order.
The are 6 ways of earning kodwa eyona baluleke kakhulu kustocker products ngendlela efunwa nguwe n**i Clients zakho wenze 50% Profit.
Ungandibamba ke ku watsap sithethe 062 418 9205
🔥🔥🔥🔥