Ebuhlanti Kwa Nguta

Ebuhlanti Kwa Nguta Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ebuhlanti Kwa Nguta, King William's Town.

16/05/2022

Molweni mafama, ndicela ukuxolisa ngokungahoyi kwimiyalezo yenu.... Ndiyaxolisa kakhulu
0781401280-Muhle (Idutywa old shop)
0632549429-Mai Shalom (Idutywa new sho)
0649363275/0738612859 (king Williams Town and peddie)
Ndiyabulela mafama

YiNgqgushwa ke lena bantu
27/02/2020

YiNgqgushwa ke lena bantu

06/05/2019

Mafama akuthi ubusika bugalelekile ngoko ke bakowethu siyanibongoza ukuba nileqe kwangoku bungekatshatsheli ubusika ngoba amaxabiso okutya namayeza azakwenyuka ngamandla

04/05/2019

Molweni bahlali,xolweni ngokuthi cwaka

The durban july in Idutywa, Eastern Cape wow what a great event
18/05/2017

The durban july in Idutywa, Eastern Cape wow what a great event

This is liver fluke
25/04/2017

This is liver fluke

07/04/2017

Season changing now....

06/04/2017

Ukuba nithi makutoyitiywe ngomso ayithi lonto nempahla mayilambe....siyavula thina ngomso nje ngesiqhelo

3.2.1 mbewu yombhona mbewu yetapile mbewu yehabile mbewu yeradish
05/04/2017

3.2.1 mbewu yombhona mbewu yetapile mbewu yehabile mbewu yeradish

Kwanto zonke kwicandelo lezolimo
28/03/2017

Kwanto zonke kwicandelo lezolimo

Address

King William's Town
5600

Opening Hours

Monday 08:00 - 17:00
Tuesday 08:00 - 17:00
Wednesday 08:00 - 17:00
Thursday 08:00 - 17:00
Friday 08:00 - 17:00
Saturday 08:00 - 15:00

Telephone

0768972535

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ebuhlanti Kwa Nguta posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share