02/12/2020
Insert 68
*
*
Besele bebuyile aya E.C babeye (mthath)bendihleli nje ndlini Ndiye ndathath 4wn yam nda 4wnela bongi
Bongi:mntase😻
Me:khawujikele klk 😚
Bongi:ok.uye wacima 4wn ndashek ndisiya bathroom 🛀ndiye ndanxib lokhwe yam pholileyo 👗ne push👡ndalugisa ntloko yam bendifrats ncedw yi weave bezoyo relax namhlanj ndiye ndathwala keps ka aya 😍ndaphindela downstairs ❤ndenza sandwich ndaphind ndayo hlamba mazinyo ndalinda bongi 😫uye wafik seme ngae 🤗.
Bongi:yess bbymom
Me:hlw😚
Bongi:awumhle siyaph❤?
Me:ndokwenz ntloko 🤤
Bongi:masambhe ke .siye saphuma saye motweni yakhe beku drive yena😍.siye safik saye salon ndiye nda relax ke mn ndaqhib sabhatala saphuma bezoyo ceb short hair ke yena🤩besith ndikwe zinyelwe sifik kunga ngcwelanga waceb ke saphuma saya kwa McDonald's uye wayo order wabuya nokutya 🍟🍔sathenga ne milkshake kuye kwafik banye bafan bathath bazo hlala nath
Guy1:heyy grl
Bong:hlw
Guy1:besicela hlala nani.kange sibena nxaki ke thina baye basixelela magama mab bingu athi no luyanda no lusanda bagama twins luyanda no lusanda
Athi:becela number yakh sister. Besitsho k*m mntkbw. Bongi be busy sitsho ncoko no luyanda casb eyam chomiie catch. Le
Me:anokwaz kunik maybe ng 4wn hleli nomntuam beyint nkulu 🤤bro
Athi:Hayy ngok ndith yifake nje le ring💍.siye sancokol belincoko ke u athi 😍late siye sahamba no bongi
Bongi:ndi nomntu mntase 😚
Me:ngubn low👀
Bongi:luyanda wam
Me:seyingo wakho ngk🤤hay fast mntkbkw
Bongi:mona yi kofu ke kuwe😐
Me:fokof 🙃
Bongi:maka uyanda no ayanda😚
Me: chom amnandi la ke .uye wabek gatin wamka ndifike ndlini kukho fam bebukeli t.v
Me:molwen🙃
Us:hey
Aya:awumhle buhambh nobani😻
Me:no bongi 😚
*
Ngo 8 ye waphaka emihle satyani sayo bukeli t.v bezotheth no emihle xa sobabin 😫ndiye nda 4wnela sinalo
Me:mntase
Sinalo:eyy ml😻
Me:aww nxila lam😚hai sis zipheth kakubi
Sinalo:Yho ndakwaz nohambh oku mntkbw asoze phinde shibe/sele mna😐
Me:culo lakho klk elo.siye sancokola then savalelisana ndayo lala 🤗😟