Ubom bam

Ubom bam This page is about my life

19/01/2022

Ndikhula ndingumntana owayelunge kakhulu apha ebomini kodwa zange ndicinge ukuba abantu ba nzulu ngeyona ndlela emhlabeni kodwa andisolinto ndisoloko ndibeka uthixo phambili ngoba klk yena ungumnqobi wezinto zonke .

03/09/2019

Yaz ebomini kunzima kakhulu abantu bayoze bakubone uhleka kanti ngaphakathi wonakele njengam ndimhle xa undibona ungagqiba ukuba ndinento yonke kanti ndiphila ngenye indlela kwaye ndifuna ukucebisa ukuba sifunde ukuzimela ngk sisebancinci ngoba abazali ayingawo amatye omhlaba

11/08/2019

Ubungajonga apa bomini kuqala kubemnyama kuqala kwandule kukhanye xaselekumnyama ungafunga uthi akhonto iyakube iphinde ilunge kodwa libe lingekho elo izingcinga nje ezilapha kuwe entloko

06/08/2019
05/08/2019

Okokuqala makhe ndichaze lencwadi ubom bam babungantoni mhlambi abanye abayazi ukuthi ubom bam bungantonina .okokuqala ndifikelele njani kweligama ubom bam eligama ligama endisuke ndalicinga kuba ndizochaza ngobomi bam hlobo endikhuliswe ngalo nehlobo endikhule ndililo kwakunye nehlobo endililo ngoku ndingumama nje mntase uzungafundi nje kuba unesthukuthezi kodwa uyifunde ngenjongo lencwadi kwaye uzimisele apha ekuyifundeni ngoba nzobendichaza izinto ezininzi ezindehleleyo nezisandilandelayo nangk kwakunye nendlela uthixo andiphethe ngayo .

Address

126feni Steet
Port Elizabeth

Telephone

+27789631056

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ubom bam posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category