Libone-Zizikazi Creations

Libone-Zizikazi Creations "To live a creative life we must lose our fear of being wrong" Libone creations specialises in Tshir

Something different 😉ofunayo makayithathe ningalwi ke umntu athi yeyakhe ndakuniphoxa😅
13/08/2026

Something different 😉ofunayo makayithathe ningalwi ke umntu athi yeyakhe ndakuniphoxa😅

13/08/2026

Into ise Walmer Park ngomso kwabanemali. Sbwl noba liwaka khendokroba😔

13/08/2026

If you love trifthing nantsi 🔌

12/08/2026

Ndicela ubuza uzithengaphi ezi beads
Me: Vula iprofile kuqala.
Ndiwrongo phi bethuna 😂

❤️
12/08/2026

❤️

12/08/2026

🔌

Not sonke si busy neh😊, endaweni yoba sileqeni iorders khathathe ixesha wongeze kulento unayo so that uzotsho nawe uthi ...
12/08/2026

Not sonke si busy neh😊, endaweni yoba sileqeni iorders khathathe ixesha wongeze kulento unayo so that uzotsho nawe uthi gqi ngento enikisa umdla...ithi chuu mntase uzifundise akuzozisola. Mna I wish I had all the time in the world ngoba kuningi endibawela ukwenza kodwa customers zisiphindaphindisa into enye yilonto ke izobangathi wonke umntu wenza into efanayo. Hlalani nam ndihlale nani😂

Kwabathanda wooden beads khanizame nantsito intle. Tip you don't have to copy kodwa be inspired and create your own thin...
11/08/2026

Kwabathanda wooden beads khanizame nantsito intle. Tip you don't have to copy kodwa be inspired and create your own thing ❤️😊

Ndithe khanizifundise nantsi pattern😊Nitsho banifuna ezinye ndizomane ndinenzela lula ngoba akusekho ukuba creative kuni...
11/08/2026

Ndithe khanizifundise nantsi pattern😊
Nitsho banifuna ezinye ndizomane ndinenzela lula ngoba akusekho ukuba creative kuninzi. Thathani niyokwenza bethuna ku late😅

Makusetyenzwe😅night shift.Ukhona ozakubuza how much? ANDIYAZI Uyifumanaphi intsimbi ndiyilimile😂andizophendula into enye...
11/08/2026

Makusetyenzwe😅night shift.
Ukhona ozakubuza how much? ANDIYAZI
Uyifumanaphi intsimbi ndiyilimile😂andizophendula into enye kaloku kunini ndatsho ba ndizithengaphi intsimbi

Address

Port Elizabeth

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 09:00 - 14:00

Telephone

0732364107

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Libone-Zizikazi Creations posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share